Download PES & Real Football 2019 2020 here

Ami Faku – Ebhayi Lyrics

Sohlangana eBhayi so…Amehlo abomvu
Kudinekile
Nabatshana bam ndibanqabile
Bandifun’imali bo
Bathi ndivel’eGoli
Ndikhwele etaxin ndimva esithi
Bengaphum’eTV’n lo
Uthi makuthini?Pre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
Ngamandl’okuqhubeka
Atleast yazi kufudemele ekhayaHayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayiNdamkelekile ekhaya xa ben’bona
Bathi molo, unjani?
Ndiright akhontoPre-chorus
Yayazi ndiphelelwa
Ngamandl’okuqhubeka
Atleast yazi kufudemele ekhayaHayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeh!
Ndihambile
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayiEyi thina thina
Thina thina
Siya-zalana mama
Zum-pepepepe
Eyi thina thina
Thina thina
Siya-zalana mama
Zum-pepepepeHayi iyeeh!
Ndihambile!
Sohlangana eBhayi
Sobonana eBhayi
Hayi iyeeh (hayi iye)
Ndihambile!(ndihambile)
Sohlangana eBhayi (hayi iye)
Sobonana eBhayi (hayi)

Check:  Asking Alexandria – Antisocialist Lyrics
Updated: February 13, 2020 — 4:20 pm